Eyeziqalo 12:7 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wabonakala kuAbram, wathi: “Nali ke ilizwe eliya kumiwa yinzala yakho.” UAbram ke wenza iqonga apho, wanqula uNdikhoyo owabonakala kuye.

Eyeziqalo 12

Eyeziqalo 12:4-8