Eyeziqalo 11:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathiwa eso sixeko yiBhabheli, kuba kaloku uThixo wasuka wayenza ingxuba-kaxaka intetho yabantu. Ukusuka apho abantu bathi saa elizweni.

Eyeziqalo 11

Eyeziqalo 11:3-12