Eyeziqalo 11:5-7 Ibhayibhile (XHO96)

5. *UNdikhoyo wehla weza kusibona eso sixeko babesakhile nenqaba leyo,

6. waza wathi: “Xa aba bantu beluhlanga olunye, bekwantetho-nye, sebeqala ngokwenjenje, abanakuxakwa nayintoni na abafuna ukuyenza.

7. Yizani sihle, ulwimi lwabo silwenze lube yingxuba-kaxaka, khon' ukuze bangevani ngentetho.”

Eyeziqalo 11