Eyemfuduko 8:31-32 Ibhayibhile (XHO96)

31. waza wazisusa iimpukane ezo kukumkani, kumaphakathi, nasebantwini bakhe, akwasala nale inye.

32. Nakwesi isihlandlo ukumkani waphinda waqaqadeka, wankaniza, akawakhulula amaSirayeli.

Eyemfuduko 8