Eyemfuduko 8:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani waqhuba wathi: “Ndiyanikhulula nihambe niye kubingelela kuNdikhoyo uThixo wenu entlango, kodwa ke ze ningayi kude kakhulu. Ndithandazele ke!”

Eyemfuduko 8

Eyemfuduko 8:19-32