Eyemfuduko 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani ke waphendula wathi: “Makaphele ngomso.”Wathi ke uMosis: “Kuya kuba njengokuba uthetha, khon' ukuze uqonde ukuba akakho onjengoNdikhoyo uThixo wethu.

Eyemfuduko 8

Eyemfuduko 8:2-15