Ngulaa Aron ke lo wathi benoMosis bathunywa nguNdikhoyo wathi: “Hambani niyokukhupha amaSirayeli eJiputa.”