Eyemfuduko 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke uNdikhoyo kuMosis: “Uza kuyibona ke ngoku into endiza kuyenza kukumkani waseJiputa. Ngamandla am ndomnyanzela abakhulule aba bantu; enyanisweni ndiza kumenza abagxothe ngokwakhe emhlabeni wakhe.”

Eyemfuduko 6

Eyemfuduko 6:1-6