Eyemfuduko 5:22 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis ke waya kukhala *kuNdikhoyo, wathi: “Awu, Mhlekazi, ngani ukuba aba bantu ubazisele ishwangusha elinje? Wawundithumela ntoni kakade?

Eyemfuduko 5

Eyemfuduko 5:13-23