Eyemfuduko 40:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwanjengoyise nabo bathambise, ubamisele ebubingelelini. Ewe, ngokubathambisa uya kuba ubamisela ukuba babe ngababingeleli bona nazo zonke izizukulwana zabo.”

Eyemfuduko 40

Eyemfuduko 40:10-25