Eyemfuduko 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

Waphinda wathetha naye uNdikhoyo wathi: “Qhusheka isandla sakho ngaphantsi kwesambatho sakho.” Wasifaka ke, wabuya wasikhupha, suka saphuma simhlophe qhwa liqhenqa.

Eyemfuduko 4

Eyemfuduko 4:3-16