Eyemfuduko 4:31 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi ke abantu, bakuba bevile, bebonile nokubona, baneliseka, baqonda ukuba uthe kanti uNdikhoyo usivile isimbonono samaSirayeli, wayiqonda nembandezelo akuyo. Ngoko ke besuka bee guqaqa banqula.

Eyemfuduko 4

Eyemfuduko 4:29-31