Eyemfuduko 4:21 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wamyaleza uMosis, wathi: “Wakufika eJiputa uzuyenze phambi kokumkani yonke imimangaliso endikunike amandla okuyenza. Kodwa ke ndiya kuyiqaqadekisa intliziyo yakhe, angavumi ukuwakhulula amaSirayeli.”

Eyemfuduko 4

Eyemfuduko 4:20-31