Eyemfuduko 39:6 Ibhayibhile (XHO96)

Bathatha amatye ekarneli, bawalungisa bawafakela izipeliti zegolide. Kula matye ke kwakukrolwe ngobugcisa obukhulu amagama oonyana bakaYakobi abalishumi elinambini.

Eyemfuduko 39

Eyemfuduko 39:1-9