Kwangokunjalo benza amanye amakhonkco amabini ngegolide. Bawanxibelela kumazantsi emixwayo yesidanga ngaphambili, kude kufuphi kodwa ngaphezu kwalaa bhanti ithungwe ngobugcisa nobuchule.