Eyemfuduko 37:25 Ibhayibhile (XHO96)

UBhezaleli wathatha umngampunzi, wenza iqonga lesiqhumiso. Amacala alo wawenza alingana, aziisentimitha ezingamashumi mane nantlanu, zangamashumi alithoba ukuphakama. Iimpondo zalo zazintwinye nalo.

Eyemfuduko 37

Eyemfuduko 37:19-27