Eyemfuduko 32:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uMosis watarhuzisa kuNdikhoyo uThixo wakhe, wathi: “Awu, *Mhlekazi, ungathini kaloku ukusuka ulwe kanjalo nabantu bakho owabahlangula wabakhulula ngobungaka bona ubungangamsha kwelaseJiputa?

Eyemfuduko 32

Eyemfuduko 32:5-14