Eyemfuduko 31:13 Ibhayibhile (XHO96)

makayalele amaSirayeli athi: “Wuhloneleni *uMhla wokuPhumla, uyimini yam; ewe, ungumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana ngezizukulwana, uxela ukuba mna Ndikhoyo ndanenza naba ngabam ncakasana.

Eyemfuduko 31

Eyemfuduko 31:9-18