Eyemfuduko 30:2 Ibhayibhile (XHO96)

Amacala alo makalingane, abe ziisentimitha ezingamashumi amane nantlanu ubude, ngokunjalo nobubanzi; umphakamo ke wona zibe ngamashumi asithoba. Izibonda zeekona mazilabalabe zenze iimpondo.

Eyemfuduko 30

Eyemfuduko 30:1-7