Eyemfuduko 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

“Mna ndinguThixo wookhokho bakho; uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi.” UMosis ke wabugquma ubuso bakhe, kuba esoyika ukujonga uThixo.

Eyemfuduko 3

Eyemfuduko 3:1-13