Eyemfuduko 29:9 Ibhayibhile (XHO96)

bafake imixwayo, bathwale iminqwazi yabo. Le ke yindlela oya kummisela ngayo uAron noonyana bakhe; ububingeleli iya kuba ngummiselo wabo nanini nanini.

Eyemfuduko 29

Eyemfuduko 29:8-16