Eyemfuduko 29:20 Ibhayibhile (XHO96)

Yixhele, uthathe kwigazi layo, uqabe isithinzi sendlebe yasekunene kuAron nakoonyana bakhe. Kwakhona qaba oobhontsi babo basekunene ezandleni, ngokunjalo noobhontsi basekunene beenyawo zabo. Igazi eliseleyo ke lisarhaze macal' onke apho kwiqonga lamadini.

Eyemfuduko 29

Eyemfuduko 29:16-30