23. zibe zibini ezikoneni.
24. Ezi zakhelo zeekona maziqhagamshelwe emazantsi, ziye kuqhina phezulu. Kunjalo ke okwezi zakhelo zibini zeekona.
25. Ngoko ke zoba sibhozo zixhaswe lishumi elinesithandathu leziseko zesiliva, zingambini kwenye.
26. “Yenza imiqadi ngomngampunzi; mayibe mihlanu ngapha nangapha,
27. ngokunjalo nakwicala lasentshona ngasemva.