Eyemfuduko 23:27 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndiya kubenza barhwaqele bonke abantu abakuchasayo, ndizenze zidideke zonke izizwe olwa nazo. Ewe, ndiya kuba ngakuwe, utsho uziswantsulise zonke iintshaba zakho.

Eyemfuduko 23

Eyemfuduko 23:24-28