Eyemfuduko 22:27 Ibhayibhile (XHO96)

kuba kaloku yena kuphela kwesambatho anaso sokumfudumeza. Kakade ke ùthi úya kulala ngani? Ukuba ke úthe wakhala kum, ndiya kumphendula, kuba kaloku mna ndinovelwano.

Eyemfuduko 22

Eyemfuduko 22:20-29