Eyemfuduko 21:6 Ibhayibhile (XHO96)

inkosi yalo ke iya kulithatha ilise *esibingelelweni phambi kukaThixo; apho ke iya kulayamisa elucangweni okanye emgubasini, ize iligqobhoze indlebe ngenyatyhoba. Yakuba ilenjenjalo ke, liya kuba ngumkhonzi wayo bonke ubomi balo.

Eyemfuduko 21

Eyemfuduko 21:1-16