Eyemfuduko 21:4 Ibhayibhile (XHO96)

Xa lifike lingenamfazi, yaza inkosi yalo yalinika umfazi, waza wazala abantwana, abo bantwana nalo mfazi ngabenkosi yalo; xa likhululekayo liya kubashiya apho.

Eyemfuduko 21

Eyemfuduko 21:1-12