Eyemfuduko 20:18 Ibhayibhile (XHO96)

Athi ke amaSirayeli akuziva iindudumo, nokuhlokoma kwexilongo, akubona nemibane itshawuza, nentaba ilitsili ngumsi, suka angcangcazela kukoyika, angcachela phaya.

Eyemfuduko 20

Eyemfuduko 20:10-20