Eyemfuduko 2:24-25 Ibhayibhile (XHO96)

24. Ewe, wasiva isingqala sawo, wawukhumbula umnqophiso wakhe noAbraham noIsake noYakobi.

25. UThixo wayibona imeko yamaSirayeli, wawavelela.

Eyemfuduko 2