Eyemfuduko 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngemini elandelayo wabona amaHebhere amabini esilwa, waza wathi kulo uvuyelela omnye: “Kutheni na nisilwa, nizalana nje?”

Eyemfuduko 2

Eyemfuduko 2:9-18