Eyemfuduko 2:11 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis uthe akuba mdala wakhe watyelela amawabo, wawabukela esebenza nzima eqhutywa. Kwangelo xesha wabona umJiputa elimaza umwabo umHebhere.

Eyemfuduko 2

Eyemfuduko 2:5-18