Eyemfuduko 17:7 Ibhayibhile (XHO96)

Le ndawo ke yathiywa igama kwathiwa yiMasa neMeribha, kuba kaloku apha amaSirayeli alwa noMosis, amvavanya uNdikhoyo, esithi: “Ukho na phakathi kwethu uNdikhoyo, nokuba hayi?”

Eyemfuduko 17

Eyemfuduko 17:1-11