Eyemfuduko 17:10 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshuwa wenza ngokomyalelo kaMosis, baphuma baya kulwa nama-Amaleki. Ke yena uMosis, enoAron noYuri, benyukela phezu kwentaba.

Eyemfuduko 17

Eyemfuduko 17:9-16