Eyemfuduko 17:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ekuphumeni kwintlango iSin onke amaSirayeli ahamba amabanga ngamabanga ngokuyalelwa *nguNdikhoyo, ada aya kufika eRefidim, akhe aphumla khona. Kule ndawo ke ayengekho amanzi.

Eyemfuduko 17

Eyemfuduko 17:1-7