Eyemfuduko 15:25 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis wakhala *kuNdikhoyo, waza ke yena wathi makakhe ihlamvu lomthi othile, alifake emanzini apho. Akuba enjenjalo ke, baphela ubukrakra emanzini, aba nokuselwa.Apha ke kulapho wabanika imimiselo yokuziphatha uNdikhoyo, wabavavanya.

Eyemfuduko 15

Eyemfuduko 15:21-27