Eyemfuduko 15:22 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis ke wawakhokela amaSirayeli, balushiya uLwandle oluBomvu, baya kungena kwintlango iShure. Baba ntsuku-ntathu behamba kuloo ntlango; bengafumani manzi.

Eyemfuduko 15

Eyemfuduko 15:14-27