Eyemfuduko 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Yaphuma imikhosi yamaJiputa, yasukela ngeenqwelo zamahashe. Yayiziinqwelo nabeenyawo. Yabafumana bephumle ngakuLwandle oluBomvu, kufutshane nePi-hahiroti neBhali-zefon.

Eyemfuduko 14

Eyemfuduko 14:6-16