Eyemfuduko 14:25 Ibhayibhile (XHO96)

Amavili eenqwelo amomana, baza baba ngathini abaqhubi zaxinga. AmaJiputa akhala athi: “UNdikhoyo uyawalwela amaSirayeli; masiwayeke sisabe.”

Eyemfuduko 14

Eyemfuduko 14:24-31