Eyemfuduko 14:20 Ibhayibhile (XHO96)

wajika wema phakathi kwamaSirayeli namaJiputa. Ilifu elo lasitha kwatsho kwasebusuku kumaJiputa, kodwa kwakukhanya kumaSirayeli. Loo nto ke yatsho ayabi nakuhlangana loo mikhosi mibini bonke obo busuku.

Eyemfuduko 14

Eyemfuduko 14:15-26