Eyemfuduko 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uMosis wathi kuwo: “Sanukoyika; qinani! Niza kubona; uNdikhoyo uza kunihlangula namhlanje! Ke wona la maJiputa niwabonayo namhlanje soze niphinde niwabone kwakhona!

Eyemfuduko 14

Eyemfuduko 14:11-18