Eyemfuduko 12:39 Ibhayibhile (XHO96)

Babhaka izonka ngaloo ntlama inganyuswanga babemke nayo eJiputa. Kaloku lalingekho igwele, ibe ke ukuphuma kwabo eJiputa bagxagxanyiswa kangangokuba bangabi nako nokuzenzela nomphako lo.

Eyemfuduko 12

Eyemfuduko 12:35-43