Eyemfuduko 12:36 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wawenza axatyiswa amaSirayeli ngamaJiputa, aza awaxhobisa ngako konke awayekufuna. Ngaloo ndlela ke amaSirayeli awaphanga amaJiputa.

Eyemfuduko 12

Eyemfuduko 12:30-37