Eyemfuduko 12:13 Ibhayibhile (XHO96)

Izindlu enikuzo ndiya kuzibona ngegazi; lona loba ngumqondiso endininika wona. Ndiya kuthi ndakubona igazi ndigqithe, angafiki kuni ubhubhani xa nditshabalalisa amaJiputa.

Eyemfuduko 12

Eyemfuduko 12:5-18