Eyemfuduko 10:8 Ibhayibhile (XHO96)

Babizwa ke ooMosis noAron, babuyela kukumkani, waza wathi kubo: “Hambani niye kukhonza uNdikhoyo uThixo wenu. Kodwa ke ngoobani kanye abaza kuhamba?”

Eyemfuduko 10

Eyemfuduko 10:1-15