Eyemfuduko 10:27-29 Ibhayibhile (XHO96)

27. Kambe ke uNdikhoyo wamqaqadekisa ukumkani, akavuma ukubakhulula.

28. Ukumkani wamgxotha uMosis, wathi: “Phuma! Zichithe! Mandingaze ndiphinde ndikubone! Mhla ndakubona ndokucim' igama!”

29. UMosis waphendula wathi: “Uthethe kakuhle! Soze uphinde undibone!”

Eyemfuduko 10