Eyemfuduko 10:23 Ibhayibhile (XHO96)

Obo bumnyama ke batsho amaJiputa akabi nako nokubonana oku, engenako nokuphuma endlwini ezo ntsuku zontathu. Kanti ke kwisiphaluka samaSirayeli kwakukhanya.

Eyemfuduko 10

Eyemfuduko 10:17-29