Eyemfuduko 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

nokuze nibe nako ukubalisela abantwana nabazukulwana benu. Niya kubanika ingcombolo yendlela endabonisa ngayo ubungangamsha bam kumaJiputa, nangemiqondiso endiyenzileyo phakathi kwawo, khon' ukuze nani niqonde ukuba ndinguNdikhoyo.”

Eyemfuduko 10

Eyemfuduko 10:1-11