Eyasentlango 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Nabani na ke ongenasizathu, futhi engekho luhambeni, aze angawubhiyozeli lo mhla, uya kusikwa kumaSirayeli, kuba enganikelanga ngedini lePasika kuNdikhoyo ngexesha elimisiweyo. Uya kohlwaywa ngesono sakhe.

Eyasentlango 9

Eyasentlango 9:2-3-15-16