Eyasentlango 8:21 Ibhayibhile (XHO96)

AbaLevi bazicoca bahlamba neempahla zabo, waza ke uAron wabanikezela baba sisipho esiwanga-wangiswayo sikaNdikhoyo, waza wabahlambulula ngokuwacamagushela.

Eyasentlango 8

Eyasentlango 8:13-26