Eyasentlango 8:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAron uya kusuka abanikezele abaLevi abo kum, babe ngumnikelo owanga-wangiswayo ovela kumaSirayeli, ukuze bawufanele umsebenzi wam.

Eyasentlango 8

Eyasentlango 8:2-14